Funeral Plans

Simple, affordable monthly cover for your whole family. One plan, clear benefits, and a team that handles everything on the day.

Joining Fee

0–64 Years

XA UWEDWAR100

65–85 Years

XA UWEDWAR120

Xa inguwe (0–74 years) nabantwana abane (4) abangaphezulu kwe 21 years: R150

Family Plan

15 members

R240per month

0–74 Years: ubhatala R240 per month

Ibanguwe nabantu abayi 14 phantsi kwakho noba ifani azifani (15 members)

Benefits

  • Casket
  • Umkhenkce
  • Transport
  • Full Service (lowering device, chairs, grave tent, mat & still water)
  • Decoration
  • R3000
  • 50 Programs
  • Umzimba siwulanda naphi na apha emzantsi Africa
  • Umntu Ojoinayo angoyiki ukuza ngaphambili kuba esithi akakabu gqibi ubulungu makeze sihlale phantsi sibonisane, singabantu sinayo intliziyo

Umbutho Wemali Plan

UMBUTHO WEMALI

Xa singazuku ngcwabela uyazi joinela ecaleni.

0–64 Years

Joining fee R100, uze ubhatale R260 nyanga ne nyanga (nguwe nabantwana abane).

Benefits

  • Intloko ifumana R10 000.
  • Ungafaka abantu abahlanu phantsi kwakho, bona bafumana R5 000.

Individual Plan

65–85 Years

Uyazimela yedwa. Joining fee yi R100, uze ubhatale R150 nyanga nenyanga.

Benefits

  • Benefits: R10 000

Terms and Conditions

  • Uba uze nabantu abayi 10 and over abo bantu plus nawe babangamalungu ngoko nangoko (no waiting period).
  • Ukuba ubhubhe ngengozi siyakungcwaba xa sowubhatale noba kukayi 1.
  • Xa ujoyina kufuneka ID copy yakho kunye nezabantu obafakayo.
  • If uswelekelwe aze amagama omfi angangamani nenkcukacha esinazo encwadi asikwazi kunceda.
  • Xa ilungu liwuyekile umbutho No refund.
  • Xa ilungu lisuke komnye umbutho if linayo into etshoyo lifika lingabina waiting period.
  • Ukuba awuwulalisanga kuthi umzimba siyakunika i R3600 of ubusele ulilungu elipheleleyo. If ubungeka yigqibi 6 months akukho nto sikunceda ngayo xa unga lalisanga kuthi.
  • Xa uye awahlawula for 3 months ubulungu buyaphelelwa uphinde uqalele uba covered after 3 months.

This is a summary. The official brochure contains the full terms and conditions — visit our branch or call us and we will gladly give you a copy.